He Lives in You (2019)

Lebo M

Letra da Música

Ouvir música com robot

Ingonyama nengw' enamabala
Ingonyama nengw' enamabala
Ingonyama nengw' enamabala
Ingonyama nengw' enamabala

Ubusuku no moya wobomi
Buyakubiza
Mamela
Nezwi
Elinoyiko lwe ntsana
Liyaphendula
Oh, mamela
Ubukhosi bo khokho
Yima, akukho bunzima
Yiva lamazwi uhlale ethembeni

Hela hey mamela
Hela hey mamela
Hela hey mamela
Hela...

Uphila kuwe (Hela hey mamela, hela)
Uphila nakum (Hela hey mamela, hela)
Uhlal'ejongile (Hela hey mamela, hela)
Yonk'into esiyibonayo (Hela hey mamela, hela)
Nansenemanzini
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nasenyanisweni
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nase mfanekisweni wakho
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Uphila kuwe

Uphila kuwe (Hela hey mamela, hela)
Uphila nakum (Hela hey mamela, hela)
Uhlal'ejongile (Hela hey mamela, hela)
Yonk'into esiyibonayo
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nansenemanzini
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nasenyanisweni
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Nase mfanekisweni wakho
(Ingonyama nengw' enamabala, hela hey mamela, hela)
Uphila kuwe

Uphila kuwe
Oh, oh
Whoa, oh

Yima, akunabunzima
Yiva lamazwi uhlale
Yibanethemba

Uphila kuwe
Uphila nakum
Uhlal'ejongile
Yonk'into esiyibonayo
Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala)
Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala)
Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala)
Uphila kuwe, ah, ah
Uphila kuwe, whoa (Ingonyama nengw' enamabala)
Uphila nakum (Ingonyama nengw' enamabala)
Uhlal'ejongile (Ingonyama nengw' enamabala)
Yonk'into esiyibonayo (Ingonyama nengw' enamabala)
Nansenemanzini (Ingonyama nengw' enamabala)
Nasenyanisweni (Ingonyama nengw' enamabala)
Nase mfanekisweni wakho (Ingonyama nengw' enamabala)
Uphila kuwe

Se você conhece o(s) compositor(es) dessa música colabore com nossa comunidade eviando as informações agora mesmo!

Mais ouvidas de Lebo M

Ver todas as músicas de Lebo M

Envie mais letras de Lebo M

Assista o vídeo de He Lives in You (2019)

Ouça músicas de Lebo M

Imagem de Lebo M

Baixar Músicas Lebo M (iTunes)

    Siga nosso Instagram!

    4.7 de 5 estrelas

    Música - He Lives in You (2019)

    Equipe Baixar.mus.br - 16/07/2022

    He Lives in You (2019) Música de Lebo M.

    Se você encontrou alguma informação errada, por favor fale agora mesmo com a gente!